1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba ubukumkani BUKATIXO bungemi elizwini, koko bumi emandleni.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:20
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5
Kwa njalo ke ningagwebi into lingekabiko ixesha, ide ifike INKOSI, eya kuti nezinto ezifihlakeleyo zobumnyama azizise ekuhleni, namaqinga entliziyo awabonakalise: bandule oko bonke ngabanye babe nodunyiswa lwabo KUTIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:2
Kanjako kufunelwa emagoseni, ukuba umntu afunyanwe enyanisekile.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:2
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:1
MAKATI umntu enje njalo ukubalela tina, njengokuba singabakonzi baka‐Kristu namagosa emfihlakalo ZIKATIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo