Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5

1

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa kaloku ndiba̔lile kuni ukuba maningakolani naye, xeshekweni umntu obizwa ngegama lomzalwana anguye umpimisi, mhlaumbi olibawa, mhlaumbi umkonzi wezitixo, mhlaumbi umtuki, mhlaumbi olinxila, mhlaumbi umpangi; onjalo maningake nidlelane naye.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:11

2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Gecani ngoko nipumise igwele elidala, ukuze nibe lisimba lentlama elitsha, njengokuba ningabo abangenagwele. Ngokuba ipasika yetu nayo isibingelwe, kwa u‐Kristu.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7

3

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba kuyinto nina kum ukuba nabapandle ndibagwebe? Abapakati anibagwebi na nina? Kodwa abapandle UTIXO uyabagweba. Ize nikwelelise lomntu okohlakeleyo kwa kuni nina.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo