Anazi yinina, okokuba abonayo abayi kulidla ilifa lobukumkani BUKATIXO? Ize ningakohliswa ke: kwa nabapimisi, nabakonzi bezitixo, nabaṙexezi, namahenyu, nabalala namadoda, namasela, namabawa, namanxila, nabatuki, nabapangi, abayi kulidla ilifa lobukumkani BUKATIXO.