1
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:18
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Lusatshana lwam! ukutanda kwetu makungabi ngelizwi nangolwimi, makube ngesenzo nangenyaniso.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:18
2
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:16
Ngako oku siyaluqonda utando, ukuba yena lowo wabeka pantsi ubomi bake ngenxa yetu: nati ke sifanelwe kukubeka pantsi ubomi betu ngenxa yabo abazalwana.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:16
3
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:1
Bonani utando olungakanana asinikile lona UYISE, lwokuba sibizwe ngabalusapo LUKATIXO! Ngenxa yoku ilizwe alisiqondi, ukuba belingamqondanga yena.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:1
4
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:8
Owenza isono ungowakuye u‐Satane; kuba u‐Satane esona kwa sekuqaleni. Wabonakaliselwa kwa oku unyana KATIXO, ukuba ayici̔te imisebenzi ka‐Satane.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:8
5
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:9
Osukuba ezelwe NGUTIXO akenzi sono, kuba imbewu yake ihlala kuye; akangone ke, kuba ezelwe NGUTIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:9
6
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:17
Kodwa yena osukuba enayo imfuyo yelilizwe, ati umzalwana wake ambone esekusweleni, amvalele umbilini wake, luti nina utando LUKATIXO ukuhlala kuye?
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:17
7
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:24
Nalowo uyigcinayo imiyalelo yake uyahlala kuye, naye yena uyahlala kuye. Kwa ngako oku siyazi ukuba uyahlala kuti, ngo KWOMOYA asinikileyo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:24
8
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:10
Ngako oku bayabonakala abalusapo LUKATIXO nabalusapo luka‐Satane: osukuba engenzi ubulungisa akangowakuye UTIXO, kwa nalowo ungamtandiyo umzalwana wake.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:10
9
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:11
Ngokuba siso esi isishumayelo enasivayo kwa sekuqaleni, sokuba sitandane.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:11
10
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:13
Ningati nqa, bazalwana bam! ukuba ilizwe liyanitiya.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo