Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala ka‐Samyali 12

1

Eyokuqala ka‐Samyali 12:24

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

kodwa yoyikani UYEHOVA, nimkonze yena ngenyaniso ngayo yonke intliziyo yenu; ngokuba gqalani izinto ezingakanana azenzileyo kuni.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 12:24

2

Eyokuqala ka‐Samyali 12:22

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ngokuba UYEHOVA engayi kulahla abantu bake, ngenxa yegama lake elikulu; ngokuba UYEHOVA ebetanda ukunenza abantu bake.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 12:22

3

Eyokuqala ka‐Samyali 12:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Waza u‐Samyali wati ebantwini: Ningoyiki; niyenzile kambe yonke lenkohlakalo; noko ke ningapambuki ekumlandeleni UYEHOVA, kodwa konzani UYEHOVA ngayo yonke intliziyo yenu

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 12:20

4

Eyokuqala ka‐Samyali 12:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

ize ningapambuki; ngokuba beniya kulandela izinto ezingendawo, ezingenakunceda, ezingenakusindisa nokusindisa; ngokuba zingendawo.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 12:21

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo