Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11

1

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Asi yinto yokutelwa nqa kanjalo: ngokuba kwa yena u‐Satane ezenza ngakumbi abe nesimilo sengelosi yokukanya. Asi yinto enkulu ngoko, ukuba abakonzi bake nabo bayazenza ngakumbi babe nesimilo njengabakonzi bobulungisa; abasipelo siya kuba ngokwemisebenzi yabo.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:14-15

2

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa ndiyoyika, hleze kungati, njengokuba yona inyoka yamlukuhla u‐Eva ngobuqokolo bayo, kwa njalo inkumbulo zenu zonakaliswe zipanjukiswe kulo ulungelelwano olungakuye u‐Kristu.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:3

3

Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Ukuba ndifanele ukuqa̔yisa, ndiya kuqa̔yisa ngezinto zobulwelwe bam.

Thelekisa

Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11:30

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 11

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo