1
Eyesibini ka‐Samyali 22:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UTIXO wam, ilityekazi lam; ndiya kutembela kuye: ikaka lam, nopondo lwosindiswa lwam, ihlati lam, nendawo yokupepela yam, umsindisi wam; uyandisindisa wena ebudlwengwini.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 22:3
2
Eyesibini ka‐Samyali 22:31
UTIXO indlela yake ifezekile ukulunga; ilizwi LIKAYEHOVA licocekile: ulikaka yena kubo bonke abatembela kuye.
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 22:31
3
Eyesibini ka‐Samyali 22:2
wayesiti: UYEHOVA uliliwa lam, nenqaba yam, nomkululi wam
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 22:2
4
Eyesibini ka‐Samyali 22:33
UTIXO uyinqaba yam yamandla; uyamalatisa olungisekileyo indlela yake.
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 22:33
5
Eyesibini ka‐Samyali 22:29
Ngokuba wena usisibane sam, YEHOVA! UYEHOVA uyakanyisa ubumnyama bam.
Phonononga Eyesibini ka‐Samyali 22:29
Home
Bible
Plans
Videos