1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Makungabiko mntu onilukuhlayo nganye indawo: kuba umhla lowo ungayi kuza, xeshekweni kungeziyo upambuko tanci, aze atyilwe umntu wesono, unyana wentshabalalo
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:3
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13
Kodwa tina sifanelwe kukubulela KUTIXO ngamaxesha onke ngenxa yenu, bazalwana abatandiweyo YINKOSI! ukuba UTIXO kwa sekuqalekeni waniqashela ukusindiswa ngokungcwalisa KWOMOYA nangenkolo enyanisweni
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:13
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4
lowo umelayo, ozipakamisa pezulu pezu kwako konke oku‐kutiwa ngutixo umhlaumbi yinto yokubedeshwa, ade ati NJENGOTIXO ahlale pantsi etempileni KATIXO, ezibonakalisa ukuba u NGUTIXO.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:4
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:16-17
Kodwa yona ngokwayo INKOSI yetu u‐Yesu Kristu, naye UTIXO nobawo wetu, owasitandayo, wasinika ulwonwabiso olungunapakade netemba elilungileyo ngofefe, wanga angonwabisa intliziyo zenu, aniqinise kuwo onke amazwi nezenzo ezilungileyo.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:16-17
5
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:11
Nangenxa yoku UTIXO wobatumela ukusebenza kwolahlekiso, ukuze bakolwe lulwimi
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:11
6
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:9-10
okufika kungokwokusebenza kuka‐Satane kuwo onke amandla nemiqondiso nemimangaliso yobuxoki, nakuyo yonke inkohliso yokungalungi kubo abo babubayo: ngenxa yokuba bengalwamkelanga utando lwenyaniso ukuze basindiswe.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:9-10
7
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:7
Ngokuba yona imfihlakalo yokukohlakala isel’ isebenza: kuko kodwa obambayo ngoku ade asuswe endleleni.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 2:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo