1
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa inyanisekile INKOSI, eya kuniqinisa, inigcine kuyo inkohlakalo.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:3
2
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:5
Kodwa yona INKOSI yanga ingazikapela intliziyo zenu elutandweni LUKATIXO, nasemondeni ka‐Kristu.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:5
3
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:6
Kekaloku siyaniyalela, bazalwana! egameni LENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ukuba nizishenxise kubo bonke abazalwana behamba ngobugaxagaxa, bengahambi ngokwesinikelwa abasamkelayo kuti.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:6
4
Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:2
nokuba sihlangulwe ebantwini abasangeneyo abakohlakeleyo; ngokuba ukolo lungenabo bonke.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 3:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo