Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Izenzo zabapostile 16

1

Izenzo zabapostile 16:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Bati ke bona: Kolwa kuyo INKOSI u‐Yesu Kristu, wauya kusindiswa wena nendlu yako.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 16:31

2

Izenzo zabapostile 16:25-26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kekaloku pakati kwobusuku u‐Paulusi no‐Silasi bebetandaza, bavuma amaculo KUTIXO: baye ke ababanjwa bebapulapula. Kwaza kwabako ngokwalama isingcangcazelo somhlaba esikulu, yada yazanyazanyiswa imisekelo yentolongo: zasuka zavuleka ingcango kwa oko zonke, nezinxibo zabo bonke zatukululeka.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 16:25-26

3

Izenzo zabapostile 16:30

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

wabakokela ngapandle, wati: Zinkosi! ndifanele ukwenza nto nina ukuze ndisindiswe?

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 16:30

4

Izenzo zabapostile 16:27-28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Wati umlindi wentolongo evukile ebutongweni bake, ebona ukuba ingcango zentolongo zivulekile, war̔ola isiṙele, waza kuzibulala, eba ababanjwa besabile. Kodwa u‐Paulusi wamemeza ngelizwi elikulu, esiti: Ungazenzakalisi; ngokuba silapa kwa sonke.

Thelekisa

Phonononga Izenzo zabapostile 16:27-28

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Izenzo zabapostile 16

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest