Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka I‐Duteronomi 13

1

I‐Duteronomi 13:4

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Niya kumlandela UYEHOVA, UTIXO wenu, nimoyike yena; nemiyalelo yake niya kuyigcina, nelizwi lake noliva; naniya kumkonza yena, ninamatele kuye.

Thelekisa

Phonononga I‐Duteronomi 13:4

2

I‐Duteronomi 13:1-3

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

NXA kuvuka pakati kwenu umprofite, umhlaumbi umpupi wamapupa, okunikayo umqondiso, umhlaumbi ummangaliso; uze uhle lomqondiso, umhlaumbi lommangaliso, abeteta ngawo kuwe, esiti: Masilandele otixo bambi, abo ungabazanga, sibakonze; akuyi kupulapula kuwo amazwi alomprofite, umhlaumbi kuye lompupi wamapupa: ngokuba UYEHOVA, UTIXO wenu, enilinga, ukuze azi ukuba niyamtanda UYEHOVA, UTIXO wenu, ngayo yonke intliziyo yenu, nangawo wonke umpefumlo wenu, kusinina.

Thelekisa

Phonononga I‐Duteronomi 13:1-3

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo