Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka I‐Kesodusi 1

1

I‐Kesodusi 1:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Koko abazalisikazi bamoyika UTIXO; ngako abenza njengokutetiweyo kubo ngukumkani we‐Jipete, kodwa balondoloza amakwenkwe ebomini.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 1:17

2

I‐Kesodusi 1:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa njengoko bababandezelayo, kwa ngokunjalo baba baninzi, nangokunjalo babesanda; baba boyika kakulu ngenxa yosapo luka‐Sirayeli.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 1:12

3

I‐Kesodusi 1:21

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwaye kute, ngokokuba abazalisikazi bamoyika UTIXO, waza wabenzela izindlu.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 1:21

4

I‐Kesodusi 1:8

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwada kwavuka ukumkani omtsha pezu kwe‐Jipete, obengamazanga u‐Josefe.

Thelekisa

Phonononga I‐Kesodusi 1:8

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest