Wosebenza imihla ibe mitandatu, uwenze wonke umsebenzi wako; kodwa umhla wesixe̔nxe uyi‐Sabata KAYEHOVA, UTIXO wako; akuyi kwenza namnye umsebenzi ngawo, kwa wena, nonyana wako, nentombi yako, nesicaka sako, nesicakakazi sako, nenkomo zako, nowasemzini wako opakati kwamasango ako