Ndandiya kunizisa kwelozwe, endandipakamisa isandla sam ukuba ndilinike ku‐Abrahame, ku‐Yisake, naku‐Yakobi; lona ndolinika kuni libe lilifa: mna ndi NGUYEHOVA.
Waza u‐Mosesi wateta ngokunjalo elusatsheni luka‐Sirayeli; kuloko belungampulapuli u‐Mosesi, ngenxa yokucapuka kwomoya, nangenxa yenkonzo elukuni.