Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4

1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kanjalo ukuba ningonyana, wati UTIXO watumela ezintliziywenu zenu UMOYA wonyana wake, ebiza ukuti: Aba, Bawo! Kwa njalo ke akusabi likonza, ungunyana; nokuba ungunyana, uyindlalifa KATIXO ngaye u‐Kristu kanjako.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:6-7

2

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

kodwa okuya ukuzaliseka kwexesha bekufikile, wati UTIXO watuma unyana wake, ezelwe ngomfazi, ezelwe ngapantsi kwomteto, ukuze abo babengapantsi kwomteto abakulule, ukuze sibamkele ubunyana.

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:4-5

3

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa kaloku, nakuba nimazile UTIXO, ewe pezu kwoku nakuba naziwe NGUTIXO, yinina ukuba nibuya niguqukele kwezoziqalelo ezibutataka ezibuhlwempu, enifuna ukuzikonza kanjako ngokutsha?

Thelekisa

Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4:9

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Galati 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest