1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:25
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
singashiyi nje ukuzihlanganisana kwetu, njengokuba linjalo isiko lenxenye, koko siyalana: nisenje njalo kakulu ngakumbi, njengoko nibonayo ukuba umhla uyasondela.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:25
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:24
siti kanjalo sikumbulelane ukuba sivuselele utando nemisebenzi elungileyo
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:24
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:23
siti imvumelo yetemba letu siqinise ukuyibamba ingenakushukuma; ngokuba enyanisekile lowo owabeka amadinga
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:23
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:36
Ngokuba nifanele ukuba nomonde, ukuze niti, nakuba niyenzile intando KATIXO, nikwamkele okubekiweyo ngedinga.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:36
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:22
masisondele sinentliziyo yenyaniso ekuqiniseni okuzalisekileyo kwokolo, sihlanziwe intliziyo zetu eluvalweni olukohlakeleyo, nomzimba sihlanjiwe ngamanzi amhlope
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:22
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:35
Ize ningaposi nxamnye ngoko ukalipo lwenu, olunawo umvuzo omkulu.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:35
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:26-27
Ngokuba, xeshekweni sonayo ngokuvuma, emveni kwokuba sikwamkele ukwaziwa kwenyaniso, kungasabi sasala idini ngenxa yezono; kodwa kuko ukulinda okwoyikekileyo kakulu kwokugwetywa, nozondo oluvutayo luza kubadla abaca̔sayo.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 10:26-27
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo