1
U‐Hosheha 2:19-20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndokuxamela kum kude kube ngunapakade; ndokuxamela kum kwa ngobulungisa, nangobugwebo, nangobubele, nangenceba. Ewe, ndokuxamela kum ngenyaniso; wauya kumazi UYEHOVA.
Thelekisa
Phonononga U‐Hosheha 2:19-20
2
U‐Hosheha 2:15
Ndandiya kumnika imiyezo yake kwa lapo, nomhlambo we‐Hakore ube lituba letemba: waeya kuvuma kona, njengasemihleni yobutsha bake, nanjengasemhleni wenyuka ngawo elizweni le‐Jipete.
Phonononga U‐Hosheha 2:15
Home
Bible
Plans
Videos