1
U‐Yisaya 35:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba abahlaulelweyo BAKAYEHOVA beya kubuya, beze e‐Ziyone ngokucula; uvuyo olungunapakade lwoba pezu kwentloko zabo; baya kuzuza umgcobo novuyo, kubaleke usizi nokugula.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 35:10
2
U‐Yisaya 35:3-4
Yomelezani izandla ezipolelweyo, namadolo ahexayo niwaqinise. Yitini kwabantliziyo inkwantyayo: Yomelelani, ningoyiki; nanku UTIXO wenu! impindezelo iyeza, ukuvuza KUKATIXO; yena uya kuza anisindise.
Phonononga U‐Yisaya 35:3-4
3
U‐Yisaya 35:8
Kwakuya kubako kona umendo opakamileyo, nendlela, eya kubizwa ngokuti yindlela ebungcwele; onco̔lileyo akayi kudlula ngayo, koko iya kuba yeyabo bona; abahambi, noko bazizidenge, abasakulahleka.
Phonononga U‐Yisaya 35:8
4
U‐Yisaya 35:5
Oko amehlo emfama aya kutyilwa, nendlebe zezitulu zovulwa.
Phonononga U‐Yisaya 35:5
5
U‐Yisaya 35:6
Oko isiqwala siya kutsiba njengexama, nolwimi lwesidenge luya kucula: ngokuba amanzi eya kutyoboza entlango, nemilanjana elubala.
Phonononga U‐Yisaya 35:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo