1
U‐Yisaya 36:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa ukuba uti kum: Siyatemba KUYEHOVA, UTIXO wetu; asi nguye na, ondawo zake ezipakamileyo nezibingelo zake u‐Hezekiya uzisusile, wati ko‐Juda nakwi‐Yerusaleme: Pambi kwaso isibingelo esi niya kutoba pantsi?
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 36:7
2
U‐Yisaya 36:1
KWAYE kute ngoweshumi linesine umnyaka wokumkani u‐Hezekiya, wenyuka u‐Senakeribe ukumkani we‐Asiriya ngakuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwa‐Juda, wazibamba.
Phonononga U‐Yisaya 36:1
3
U‐Yisaya 36:21
Koko bebesiti cwaka, bengampendulanga nangazwi; ngokuba umyalelo wokumkani ubungowokuti: Aniyi kumpendula.
Phonononga U‐Yisaya 36:21
4
U‐Yisaya 36:20
Ngobanina pakati kwabo bonke otixo bamazwe lawo, abalisindisileyo ilizwe labo esandleni sam, ukuba UYEHOVA ayisindise i‐Yerusaleme esandleni sam?
Phonononga U‐Yisaya 36:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo