1
U‐Yisaya 37:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
YEHOVA wemikosi, TIXO wo‐Sirayeli, ohleli pakati kwazo ikerubime! unguwe wedwa o NGUTIXO wabo bonke ubukumkani bomhlaba; wenzile wena izulu nomhlaba.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 37:16
2
U‐Yisaya 37:20
Ngako kaloku, YEHOVA, TIXO wetu! sisindise esandleni sake, ukuze bonke ubukumkani bomhlaba bazi ukuba wena u NGUYEHOVA, wena wedwa.
Phonononga U‐Yisaya 37:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo