1
U‐Yisaya 65:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kwakuya kuti, bengekabizi, ndosabela mna; nanxa basateta, ndiya kuva.
Thelekisa
Phonononga U‐Yisaya 65:24
2
U‐Yisaya 65:17
Ngokuba, bona ke, ndidala amazula amatsha, nomhlaba omtsha; izinto zapambili aziyi kukunjulwa, aziyi kungena nasentliziyweni.
Phonononga U‐Yisaya 65:17
3
U‐Yisaya 65:23
Abayi kufumana bezama, kanjalo abayi kuzalela imbujiswa ebaqayo; ngokuba beyinzalo yabatanyusanqelweyo NGUYEHOVA, nabantwana babo kunye nabo.
Phonononga U‐Yisaya 65:23
4
U‐Yisaya 65:22
Abayi kwaka, kuhlalwe ngomnye; abayi kutyala, kutyiwe ngomnye: ngokuba njengemihla yomti yoba njalo imihla yabantu bam; nomsebenzi wezandla zabo bowudla kade abaqashwa bam.
Phonononga U‐Yisaya 65:22
5
U‐Yisaya 65:20
Akusayi kubuya kubeko kona usana lwemihla emincinane, nexego elingazalisanga imihla yalo; ngokuba umfana eya kufa engominyaka ilikulu, nomoni ominyaka ilikulu woqalekiswa.
Phonononga U‐Yisaya 65:20
6
U‐Yisaya 65:25
Incu̔ka nemvana ziya kudlela ndawonye, nengonyama iya kutya inca njengenkabi; kodwa inyoka, utuli lwoba kukudla kwayo; aziyi kwenzakalisa, aziyi kutshabalalisa kanjalo, kuyo yonke intaba yam eyingcwele, utsho UYEHOVA.
Phonononga U‐Yisaya 65:25
7
U‐Yisaya 65:19
Ndandiya kuvuyelela kuyo i‐Yerusaleme, ndigcobe kubo abantu bam; akusayi kubuya kuviwe kuyo ilizwi lokulila, nelizwi lokukala.
Phonononga U‐Yisaya 65:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo