Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka U‐Yoshuwa 7

1

U‐Yoshuwa 7:11

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

O‐Sirayeli bonile; kanjako balugqitile ucebano lwam, endabayalela ngalo: kanjako batabatile kulonto ilahlelweyo ekutshatyalalisweni, ewe bebi̔le, bahanahanisile kanjalo, ewe bayibekile pakati kweyabo impahla.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 7:11

2

U‐Yoshuwa 7:13

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Suka, ungcwalise abantu, uti: Zingcwaliseleni imini yangomso; ngokuba esitsho UYEHOVA, UTIXO wo‐Sirayeli, ukuti: Kuko into elahlelwe ekutshatyalalisweni pakati kwako, Sirayeli! akungebe nako ukuma pambi kwentshaba zako, ningekakwelelisi lonto ilahlelweyo ekutshatyalalisweni kwa pakati kwenu.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 7:13

3

U‐Yoshuwa 7:12

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kukona usapo Iuka‐Sirayeli lwalukohlwa kukuma ebusweni bentshaba zalo, lwanikela intshaba zalo umhlana, ngokuba lwaba yinto elahlelwe ekutshatyalalisweni: andisayi kubuya ndibe nani, ukuba anitshabalalisi lonto ilahlelweyo ekutshatyalalisweni kwa pakati kwenu.

Thelekisa

Phonononga U‐Yoshuwa 7:12

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest