1
Izililo 1:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
HAI ukuhlala sodwa kwaso isixeko esibe sizele ngabantu! siba njengomhlolokazi eso esibe sikulu pakati kwezizwe! eso esibe siyinkosikazi pakati kwamazwe siba sesinikelayo!
Thelekisa
Phonononga Izililo 1:1
2
Izililo 1:2
Siyalila ngento enzima ebusuku, nenyembezi zaso zipezu kwezidlele zaso: akuko namnye ositutuzelayo pakati kwabo bonke abatandi baso; zonke izihlobo zaso zisipete ngenkohliso, ziba zintshaba kuso.
Phonononga Izililo 1:2
3
Izililo 1:20
Kangela. YEHOVA! ngokuba ndixinezekile; amatumbu am axapazele; intliziyo yam ipetukile pakati kwam; ngokuba ndivukele kakulu: ngapandle ndihlutiwe abantwana liṙele; pakati endlwini kunjengokufa.
Phonononga Izililo 1:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo