1
Imibalo 23:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UTIXO asi nguye umntu ukuba axoke; asi nguye nonyana womntu, ukuba aguquke: uya kutsho na, aze angakwenzi na? uya kuteta na, aze angakuqinisi na?
Thelekisa
Phonononga Imibalo 23:19
2
Imibalo 23:23
Okunene akuko kunyanga ngakwa‐Yakobi, akuko nokulaula ngakwa‐Sirayeli; kwa ngoku kuya kuxelwa ngo‐Yakobi, nango‐Sirayeli, into ayenzileyo UTIXO.
Phonononga Imibalo 23:23
3
Imibalo 23:20
Bona ke, ndamkele ilizwi lokuba nditamsanqelise; useletamsanqele ke; andingekubuyise.
Phonononga Imibalo 23:20
Home
Bible
Plans
Videos