1
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
ukuba ubudlelana bokolo lwako bube busebenza ekwaziweni kwako konke okulungileyo okukuni, busebenzela u‐Kristu Yesu.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:6
2
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:7
Ngokuba sinalo uvuyo oluninzi nonwabiso elutandweni lwako, kuba umbilini wabangcwele upunyuziwe ngawe wena, mzalwana!
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:7
3
Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:4
Ndiyabulela KUTIXO wam, ndikukankanya amaxesha onke emitandazweni yam
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi ku‐Filemone 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo