1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
owati, eyinkazimlo yobungcwalisa bake nemfano yesiqu sake, epata nokupata zonke izinto ngelizwi lamandla ake, eyenzile ngokwake nje intlanjululwa yezono zetu, wahlala pantsi ngasekunene kwobukulukazi enyangweni yapezulu
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:3
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:1-2
NGEZAHLULO ezininzi nangendawo ezininzi etetile nje UTIXO kudala kubo obawo ngabo abaprofite, ute kulemihla yokugqibela wateta kuti NGONYANA, ammisileyo ukuba yindlalifa yezinto zonke, okungaye kanjalo wawenza amazwe akoyo
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:1-2
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:14
Zona zonke azingomoya abakonzayo na, betunyelwa ukwenza inkonzo ngenxa yabo abaya kuzuza usindiso?
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:14
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:10-11
Nokuti: Wena kwa sekuqalekeni, NKOSI! wabeka ukuseka kwomhlaba: namazulu angumsebenzi wezandla zako: zotshabalala zona, kodwa wena uhlala uko; ewe zonke ziya kuguga njengengubo
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:10-11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo