1
Imizekeliso 25:28
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umntu ongenamandla okubamba owake umoya, unjengsixeko esicitiweyo, esingenaludonga.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 25:28
2
Imizekeliso 25:21-22
Ukuba lowo ukutiyayo ulambile, umdlise isonka; nokuba unxaniwe, umseze amanzi; ngokuba uya kufumba amalahle omlilo pezu kwentloko yake, NOYEHOVA uya kukuvuza.
Phonononga Imizekeliso 25:21-22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo