Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Imizekeliso 31

1

Imizekeliso 31:30

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Isoya sibuxoki, nobunzwakazi buyinto engendawo; kodwa umfazi omoyikayo UYEHOVA, yena uya kudunyiswa.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:30

2

Imizekeliso 31:25-26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Amandla nodumo sisivato sake; kanjalo uyahlekela ixesha elizayo. Uyavula umlomo wake ngobulumko; nomteto wobubele upezu kwolwimi lwake.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:25-26

3

Imizekeliso 31:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Isandla sake uyasitwabululela olihlwempu, nezandla zake uyazolulela osweleyo.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:20

4

Imizekeliso 31:10

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

UMFAZI otembekileyo ngubanina ongamfumanayo? ngokuba ixabiso lake ligqitisele irubi kakulu.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:10

5

Imizekeliso 31:31

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Mnikeni ngokwesixakato sezandla zake; eyake imisebenzi mayimdumise emasangweni.

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:31

6

Imizekeliso 31:28

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Abantwana bake bayasuka, bambize ngonetamsanqa; iyasuka indoda yake, imdumise

Thelekisa

Phonononga Imizekeliso 31:28

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
isiXhosa

©2026 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest