1
Amaculo 109:30
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndiya kubulela KUYEHOVA kakulu ngomlomo wam; napakati kwabaninzi ndiya kumdumisa.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 109:30
2
Amaculo 109:26
Ndincede, YEHOVA, TIXO wam! ndisindise ngabo ububele bako
Phonononga Amaculo 109:26
3
Amaculo 109:31
Ngokuba eya kuma ngasekunene kwihlwempu, ukuze alisindise kwabo bagweba umpefumlo walo.
Phonononga Amaculo 109:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo