1
Amaculo 108:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngaye UTIXO siya kwenza ngobuṙoti; ngokuba enguye oya kunyatela pantsi ababandezeli betu.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 108:13
2
Amaculo 108:4
Ngokuba ububele bako bukulu ngapezu kwezulu, nenyaniso yako kude kube semafini.
Phonononga Amaculo 108:4
3
Amaculo 108:1
INTLIZIYO yam iqinisiwe, TIXO! ndiya kuvuma, ndicule nokucula kwa ngengewalisa yam.
Phonononga Amaculo 108:1
4
Amaculo 108:12
Sinike uncedo ekubandezelweni; ngokuba usizo lwabantu lungendawo.
Phonononga Amaculo 108:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo