1
Amaculo 139:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Ndokudumisa; ngokuba ngendawo eyoyikekileyo ndenziwe ngokungummangaliso: imisebenzi yako yeyokutelwa nqa; oko umpefumlo wam uyakwazi kakulu.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 139:14
2
Amaculo 139:23-24
Ndipengulule, TIXO! uze uyazi intliziyo yam; ndilinge, uze uzazi izicingo zam; ubone nokuba kuko kum indlela engendawo, undikokele endleleni engunapakade.
Phonononga Amaculo 139:23-24
3
Amaculo 139:13
Ngokuba wena ufuyile izintso zam; wandigubungela esizalweni sikama̔.
Phonononga Amaculo 139:13
4
Amaculo 139:16
Amehlo ako abona imbumbulo yam ingekalungiswa; nasencwadini yako bekuba̔lwa onke amalungu am, nemihla abedalwa ngayo, nxa bekungeko nalinye pakati kwawo.
Phonononga Amaculo 139:16
5
Amaculo 139:1
YEHOVA! undipengulule, wandazi.
Phonononga Amaculo 139:1
6
Amaculo 139:7
Ndoya pina ukumka kumoya wako? ndoya pina ukubaleka ebusweni bako?
Phonononga Amaculo 139:7
7
Amaculo 139:2
Uyazi ukuhlala pantsi kwam nokusuka kwam: inkumbulo yam uyayiqonda ukude.
Phonononga Amaculo 139:2
8
Amaculo 139:4
Nxa kungekabiko lizwi elulwimini lwam, bona ke, ugqibele ukulazi, YEHOVA!
Phonononga Amaculo 139:4
9
Amaculo 139:3
Uyabenca ukuhamba kwam nokulala kwam; uyazana nazo zonke indlela zam.
Phonononga Amaculo 139:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo