1
Amaculo 143:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndifundise ukwenza ngentando yako; ngokuba UNGUTIXO wam: umoya wako ulungile; ndikokele ezweni elilungeleleneyo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 143:10
2
Amaculo 143:8
Ndivise ububele bako kwa kusasa; ngokuba nditembele kuwe: ndazise indlela endiya kuhamba ngayo; ngokuba ndipakamisele kuwe umpefumlo wam.
Phonononga Amaculo 143:8
3
Amaculo 143:9
Ndikulule ezintshabeni zam, YEHOVA! ndiyazimela kuwe.
Phonononga Amaculo 143:9
4
Amaculo 143:11
Ngenxa yegama lako, YEHOVA! ndipilise: ngenxa yobulungisa bako ku̔pa umpefumlo wam ekubandezelweni.
Phonononga Amaculo 143:11
5
Amaculo 143:1
YIVA umtandazo wam, YEHOVA! beka indlebe ekutaṙuziseni kwam: ndipendule ngenyaniseko yako nangobulungisa bako.
Phonononga Amaculo 143:1
6
Amaculo 143:7
Ndipendule kamsinyane, YEHOVA! umoya wam uyapela: zungandifihleli ubuso bako, hleze ndifane nabahlele esihogweni.
Phonononga Amaculo 143:7
7
Amaculo 143:5
Ndiyakumbula imihla yakudala; ndiyacinga yonke imisebenzi yako; ndiyacamanga umsebenzi wezandla zako.
Phonononga Amaculo 143:5
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo