1
Amaculo 147:3
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Uyapilisa abantliziyo zigqobokileyo; uyazibopa intlungu zabo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 147:3
2
Amaculo 147:11
UYEHOVA uyakoliswa ngabamoyikayo, ngabatembayo ebubeleni bake.
Phonononga Amaculo 147:11
3
Amaculo 147:5
INKOSI yetu inkulu, inamandla amakulu; ingqondo yayo ipezu kwembaliso.
Phonononga Amaculo 147:5
4
Amaculo 147:4
Uyabala inani lenkwenkwezi; uyazibiza zonke ngamagama.
Phonononga Amaculo 147:4
5
Amaculo 147:6
UYEHOVA uyapakamisa abalulamileyo; uyatobisa abakohlakeleyo kude kube semhlabeni.
Phonononga Amaculo 147:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo