1
Amaculo 146:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Hai itamsanqa loncedo lu NGUTIXO ka‐Yakobi, lotemba li KUYEHOVA UTIXO wake!
Thelekisa
Phonononga Amaculo 146:5
2
Amaculo 146:3
Musani kutembela ezinkosini, nakunyana woluntu, ekungeko lusizo kuye.
Phonononga Amaculo 146:3
3
Amaculo 146:7-8
owenzela ababandezelweyo umgwebo; owamkelisa abalambileyo ukutya. UYEHOVA nyakulula amabanjwa; UYEHOVA uyatyila amehlo emfama; UYEHOVA uyapakamisa abatotyiweyo; UYEHOVA uyatanda abalungileyo
Phonononga Amaculo 146:7-8
4
Amaculo 146:6
owenza izulu nomhlaba, ulwandle nako konke okukulo; oyigcinayo inyaniso kude kube ngunapakade
Phonononga Amaculo 146:6
5
Amaculo 146:9
UYEHOVA uyagcina abasemzini; nyaxasa inkedama nomhlolokazi: kodwa indlela yabakohlakeleyo uyayipenula.
Phonononga Amaculo 146:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo