1
Amaculo 4:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Kwa kunye, ndiya kulala pantsi, ndilale ubutongo, ngokwonwaba: ngokuba enguwe wedwa, YEHOVA! ondihlalisayo ekunqabeni.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 4:8
2
Amaculo 4:4
Ngcangcazelani, ningoni; tetani nentliziyo yenu eluku̔kweni lwenu, niti cwaka. Sela.
Phonononga Amaculo 4:4
3
Amaculo 4:1
NDIPENDULE ekubizeni kwam, TIXO wobulungisa bam! wandivulela ebunzimeni; ndipate ngofefe, uve umtandazo wam.
Phonononga Amaculo 4:1