1
Amaculo 5:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba wena, YEHOVA! uya kutamsanqelisa olungileyo; uya kumpahla ngembuko ibe njengekaka.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 5:12
2
Amaculo 5:3
Ilizwi lam uya kuliva kusasa, YEHOVA! kwa kusasa ndolibekisa kuwe, ndikangele pezulu.
Phonononga Amaculo 5:3
3
Amaculo 5:11
Kodwa mabavuye bonke abatemba kuwe; mabadanduluke ngovuyo kude kube ngunapakade, ngokuba ubakusela: nabatanda igama lako mabagcobe kuwe.
Phonononga Amaculo 5:11
4
Amaculo 5:8
YEHOVA! ndikokele ebulungiseni bako, ngenxa yabandihlolayo; yenza indlela yako ilunge ebusweni bam.
Phonononga Amaculo 5:8
5
Amaculo 5:2
Pulapula ilizwi lokubongoza kwam, Kumkani wam, NOTIXO wam! ngokuba ndiya kutandaza kuwe.
Phonononga Amaculo 5:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo