1
Amaculo 61:1-2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
YIVA, TIXO! isikalo sam; pulapula umtandazo wam. Kwa sekupeleni kwomhlaba ndiya kubizela kuwe, xeshekweni intliziyo yam icubukile: ndikapele eweni elingapezulu kum.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 61:1-2
2
Amaculo 61:3
Ngokuba ubulihlati kum, kwa inqaba enamandla ebusweni botshaba.
Phonononga Amaculo 61:3
3
Amaculo 61:4
Ndiya kuhlala ententeni yako kude kube ngunapakade; ndiya kupepela esigubungelweni samapiko ako. Sela.
Phonononga Amaculo 61:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo