1
Amaculo 8:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
uyinina umntu, lento umkumbulayo? kwa nonyana woluntu, lento umnonelelayo?
Thelekisa
Phonononga Amaculo 8:4
2
Amaculo 8:3
Ndindakukangela izulu lako, umsebenzi weminwe yako, inyanga nenkwenkwezi ozilungisileyo
Phonononga Amaculo 8:3
3
Amaculo 8:5-6
Ngokuba umenzile abe ngapantsi kancinane kuzo ingelosi; umpahlile ngobungcwalisa nangodumo. Umpatisile ubukosi pezu kwemisebenzi yezandla zako; zonke izinto uzibekile pantsi kwenyawo zake
Phonononga Amaculo 8:5-6
4
Amaculo 8:9
YEHOVA, NKOSI yetu! hai ubungcwalisa begama lako emhlabeni wonke!
Phonononga Amaculo 8:9
5
Amaculo 8:1
YEHOVA, NKOSI yetu! hai ubungcwalisa begama lako emhlabeni wonke! wena ububekileyo pezu kwezulu ubukulu bako.
Phonononga Amaculo 8:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo