1
Amaculo 96:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UYEHOVA emkulu, ulungel’ ukudunyiswa kakulu; ulungel’ ukwoyikwa pezu kwotixo bonke.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 96:4
2
Amaculo 96:2
Vumani KUYEHOVA, bongani igama lake; shumayelani usindiso lwake ngemihla ngemihla.
Phonononga Amaculo 96:2
3
Amaculo 96:1
VUMANI KUYEHOVA iculo elitsha; vumani KUYEHOVA, mhlaba wonke!
Phonononga Amaculo 96:1
4
Amaculo 96:3
Balisani ubungcwalisa bake pakati kwabaheyideni, imimangaliso yake pakati kwezizwe zonke.
Phonononga Amaculo 96:3
5
Amaculo 96:9
Bedeshani UYEHOVA ebuhleni bobungcwele; tutumelani pambi kwake, mhlaba wonke!
Phonononga Amaculo 96:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo