1
IziKronike 1 IziKronike 1-4:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
uYabhetse wambongoza uTHIXO kaSirayeli, esithi: “Owu, ukuba ngokwenene uyafuna ukundisikelela waza wandisa ilizwe lam, ukuba isandla sakho sibe phezu kwam nokuba undikhusele ebubini, ukuze ndingandenzakalisanga. Waza uThixo wamnika oko akucelayo.
Thelekisa
Phonononga IziKronike 1 IziKronike 1-4:10
2
IziKronike 1 IziKronike 1-4:9
Ke kaloku uYabhetse ebezukile kunabazalwana bakhe; Unina wamthiya igama elinguYabheshe, esithi, Kungokuba ndimzele ndinentlungu.
Phonononga IziKronike 1 IziKronike 1-4:9