1
uSamuweli 1 uSamuweli 1-30:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wabandezeleka kunene uDavide; kuba abantu babesithi bamgibisele ngamatye; ngokuba umoya wesizwe siphela ubebandezelekile, elowo ngenxa yoonyana bakhe nangenxa yeentombi zakhe; ke uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.
Thelekisa
Phonononga uSamuweli 1 uSamuweli 1-30:6