1
IziKronike 2 IziKronike 2-15:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Yomelelani; mazingawi izandla zenu; ngokuba umsebenzi wenu unomvuzo.
Thelekisa
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-15:7
2
IziKronike 2 IziKronike 2-15:2
Waphuma, esiya kukhawulela uAsa, wathi kuye, Ndiphulaphuleni, Asa, nani nonke maYuda namaBhenjamin; uYehova unani ekubeni ninaye; ukuba uthe wamfuna, womfumana; ukuba nithe namshiya, wonishiya nani.
Phonononga IziKronike 2 IziKronike 2-15:2