1
iNtshumayeli Intshumayeli 5:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ukuthetha phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ke ngoko amazwi akho kufuneka abe mancinane.
Thelekisa
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:2
2
iNtshumayeli Intshumayeli 5:19
Kananjalo wonke umntu, athe uThixo wamnika ubutyebi, wamnika negunya lokudla, adle, abone okulungileyo emisebenzini yakhe; sisipho esivela kuThixo.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:19
3
iNtshumayeli Intshumayeli 5:10
Othanda isilivere akaneliswa yisilivere; nokuba uthanda ubutyebi, akaphumi
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:10
4
iNtshumayeli Intshumayeli 5:1
Gcina unyawo lwakho xeshikweni uya endlwini kaThixo; ukuthanda ukuva ngaphezu kombingelelo wezidenge; ngenxa yokuba bengacingi ukuba benza ububi.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:1
5
iNtshumayeli Intshumayeli 5:4
Xa uthe wafunga kuThixo, musa ukulibala ukusizalisekisa; ngokuba akakholiswa ziziyatha; hlawula isithembiso sakho.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:4
6
iNtshumayeli Intshumayeli 5:5
Kulungile ukuba ungathembisi, kunokuthembisa ungahlawuli.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:5
7
iNtshumayeli Intshumayeli 5:12
Bumnandi ubuthongo bosebenzayo, nokuba incinane, nokuba ininzi into ayidlayo; ke bona ubutyebi besityebi abukulalisi.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:12
8
iNtshumayeli Intshumayeli 5:15
Uya kubuya eze esizalweni sonina, ahambe njengoko weza ngako
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 5:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo