1
iEksodus iEksodus 33:14
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi, Ubuso bam bohamba nani, ndiniphumze
Thelekisa
Phonononga iEksodus iEksodus 33:14
2
iEksodus iEksodus 33:16-17
Kuya kwaziwa ngantoni na khona, ukuba undibabale mna nabantu bakho? Akungokuba uhamba nathi na? sahlulwe ke mna nabantu bakho kuzo zonke iintlanga zehlabathi. Wathi uYehova kuMoses, Nam ndiya kuyenza le nto uyithethileyo, ngenxa enokuba ubabalwe ndim, ndikwazile ngegama.
Phonononga iEksodus iEksodus 33:16-17
I-YouVersion isebenzisa ii cookies ukwenza amava akho abe ngawe. Ngokusebenzisa i-website yethu, uyakwamkela ukusebenzisa kwethu ii cookies njengoko kuchaziwe kuMgaqo-nkqubo wethu
Home
Bible
Plans
Videos