1
iGenesis iGenesis 35:11-12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi uThixo kuye, NdinguThixo, uSomandla; nande nande; kuya kuphuma kuwe iintlanga neentlanga, nookumkani baphume esinqeni sakho; Ilizwe endalinika uAbraham noIsake ndiza kulinika wena, ndilinike imbewu yakho emva kwakho.
Thelekisa
Phonononga iGenesis iGenesis 35:11-12
2
iGenesis iGenesis 35:3
Masisuke, sinyuke siye eBheteli; ndenzele khona isibingelelo kuThixo, owandiphendula ngemini yokubandezelwa kwam, owayenam endleleni endandihamba ngayo.
Phonononga iGenesis iGenesis 35:3
3
iGenesis iGenesis 35:10
Wathi uThixo kuye, Igama lakho nguYakobi; akusayi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kuya kuthiwa igama lakho nguSirayeli; wamthiya igama elinguSirayeli.
Phonononga iGenesis iGenesis 35:10
4
iGenesis iGenesis 35:2
Wathi ke uYakobi kwindlu yakhe, nakubo bonke ababenaye, Susani izithixo zasemzini eziphakathi kwenu; zihlambulukeni, ninxibe iingubo zenu.
Phonononga iGenesis iGenesis 35:2
5
iGenesis iGenesis 35:1
Wathi uThixo kuYakobi, Hamba unyuke uye eBheteli, uhlale khona, umkhele khona isibingelelo uThixo, owazibonakalisayo kuwe ekubalekeni kwakho kuEsawu, umkhuluwa wakho.
Phonononga iGenesis iGenesis 35:1
6
iGenesis iGenesis 35:18
Waphuma umoya wakhe, akuba efile, wathi nguBhenoni igama lakhe; ke yena uyise wathi nguBhenjamin.
Phonononga iGenesis iGenesis 35:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo