1
uIsaya uIsaya 12:2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yabona, uThixo ulusindiso lwam; Ndiya kukholosa, andiyi koyika; ngokuba uYehova ungamandla am nendumiso yam; waba lusindiso kum.
Thelekisa
Phonononga uIsaya uIsaya 12:2
2
uIsaya uIsaya 12:3
Ke ngoko, niya kukha amanzi ngovuyo emithonjeni yosindiso.
Phonononga uIsaya uIsaya 12:3
3
uIsaya uIsaya 12:5
Memelelani uzuko lukaYehova; ngokuba wenze imisebenzi ebalulekileyo, eyaziwa ehlabathini lonke.
Phonononga uIsaya uIsaya 12:5
4
uIsaya uIsaya 12:4
Niya kuthi ngaloo mini, Dumisani uYehova, libizeni igama lakhe, zivakaliseni ezintlangeni izenzo zakhe, nivakalise ukuba liyingxonde igama lakhe.
Phonononga uIsaya uIsaya 12:4
5
uIsaya uIsaya 12:1
Ngaloo mini uya kuthi, Yehova, ndiya kubulela kuwe; nangona ubundiqumbele, wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela.
Phonononga uIsaya uIsaya 12:1
6
uIsaya uIsaya 12:6
Dumani nivuye, nina bemi baseZiyon, ngokuba mkhulu phakathi kwenu oyiNgcwele kaSirayeli.
Phonononga uIsaya uIsaya 12:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo