1
EkaJakobi EkaJakobi 5:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
Vumani iziphoso omnye komnye, nithandazelane, ukuze niphiliswe. Umthandazo welungisa unamandla kakhulu.
Thelekisa
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 5:16
2
EkaJakobi EkaJakobi 5:13
Kukho mntu na phakathi kwenu uva ububi? makathandaze. Ngaba kukho ukonwaba? makavume iindumiso.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 5:13
3
EkaJakobi EkaJakobi 5:15
Umthandazo wokholo uya kumsindisa lowo ugulayo, iNkosi imvuse; nokuba ubethe wenza izono, wozixolelwa.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 5:15
4
EkaJakobi EkaJakobi 5:14
Kukho mntu na ufayo phakathi kwenu? makabize amadoda amakhulu ebandla; bathandaze phezu kwakhe, bamthambise ngeoli, egameni leNkosi.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 5:14
5
EkaJakobi EkaJakobi 5:20
Mazi ukuba lowo wamguqulayo umoni ekulahlekeni kwakhe uya kuwusindisa umphefumlo ekufeni, wagubungela inkitha yezono.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 5:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo