1
uYeremiya uYeremiya 13:23
Contemporary Xhosa Bible 2024
UmKushi unokuluguqula na ulusu lwakhe, nengwe inokuwaguqula na amabala ayo? kulapho ke niyakwazi ukwenza okulungileyo, nina baqhele ukwenza okubi.
Thelekisa
Phonononga uYeremiya uYeremiya 13:23
2
uYeremiya uYeremiya 13:16
Mzukiseni uYehova uThixo wenu, engekadali ubumnyama, engekabetheki ezintabeni zocolothi iinyawo zenu
Phonononga uYeremiya uYeremiya 13:16
3
uYeremiya uYeremiya 13:10
Aba bantu bangendawo, bangavumiyo ukuweva amazwi am, bahamba ngokweminquba yentliziyo yabo, balandela thixo bambi ukuze babakhonze, babakhonze: baya kuba njengalo mbhinqo wamampunge
Phonononga uYeremiya uYeremiya 13:10
4
uYeremiya uYeremiya 13:15
Phulaphulani niphulaphule; musani ukuzidla, ngokuba ethethile uYehova.
Phonononga uYeremiya uYeremiya 13:15
Home
Bible
Plans
Videos