1
uLuka uLuka 19:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba uNyana woMntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.
Thelekisa
Phonononga uLuka uLuka 19:10
2
uLuka uLuka 19:38
besithi, Makabongwe lo Kumkani uzayo egameni leNkosi
Phonononga uLuka uLuka 19:38
3
uLuka uLuka 19:9
Uthe ke uYesu kuye, Namhlanje kufike usindiso kule ndlu, ngokokuba naye engunyana ka-Abraham.
Phonononga uLuka uLuka 19:9
4
uLuka uLuka 19:5-6
Akufika kuloo ndawo, wakhangela phezulu uYesu, wayibona, wathi kuyo, Zakeyu, khawuleza uhle; kuba namhlanje ndimelwe kukuhlala endlwini yakho. Wakhawuleza ke, wehla, wamamkela ngobubele, evuya.
Phonononga uLuka uLuka 19:5-6
5
uLuka uLuka 19:8
Wema ke uZakeyu, wathi kuyo iNkosi; Uyabona, isiqingatha sempahla yam, Nkosi, ndisinika amahlwempu; ukuba ndidle into kabani na ngobuxoki, ndimbuyisela kane.
Phonononga uLuka uLuka 19:8
6
uLuka uLuka 19:39-40
Bathi kuye abathile bakubaFarisi esihlweleni apho, Mfundisi, bakhalimele abafundi bakho. Waphendula wathi kubo, Ndithi kuni, kuthe cwaka aba, kunkqangaze amatye la.
Phonononga uLuka uLuka 19:39-40
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo