1
uNehemiya uNehemiya 13:1-2
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kwangaloo mini bafunda encwadini kaMoses phambi kwabantu; kwaye kwafunyanwa kubhaliwe kuyo ukuba ama-Amon namaMowabhi akayi kungena ebandleni likaThixo ngonaphakade; ngokuba engabakhawulelanga oonyana bakaSirayeli enesonka namanzi; asuka aqesha uBhileham, ukuba abaqalekise; ke uThixo wethu wayiguqula ingqalekiso yaba yintsikelelo.
Thelekisa
Phonononga uNehemiya uNehemiya 13:1-2
2
uNehemiya uNehemiya 13:14
Camagu, Thixo wam, ndikhumbule kule ndawo, ungazishiyi iinceba zam, endizenzileyo endlwini kaThixo wam, nakwizenzo zayo.
Phonononga uNehemiya uNehemiya 13:14
Home
Bible
Plans
Videos